musicas.mus.br

Letras de músicas - letra de música - letra da música - letras e cifras - letras traduzidas - letra traduzida - lyrics - paroles - lyric - canciones - NDIHAMBA NAWE - MAFIKIZOLO - música e letra

Utilize o abecedário abaixo para abrir as páginas de letras dos artistas

A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z

Ndihamba Nawe letra


We bhuti we bhuti
We bhuti mina ndihamba nawe
We bhuti we bhuti
We bhuti mina ndihamba nawe

Ngithanda na le way
Unguyo ngakhona
Webhuti mina ndihamba nawe
Ngithanda na le way
Ucula ngakhona
Webhuti mina ndihamba nawe

Eh ndihamba nawe
Hei ndihamba nawe
We bhuti mina ndihamba nawe
We bhuti ndihamba nawe, we bhuti ndihamba nawe
We bhuti mina ndihamba nawe

Ndafika endaweni ngibona abantu
Ehh ufak'umfana wam
Ugcwel'umfana wami
Ngathi loya lobhuti loya
Isoka isoka lami

Ndithanda na le way
Ujika ngakhona
We sisi mina ndihamba nawe
Ndithanda na le way
Ududla ngakhona
We sisi mina ndihamba nawe

Eh ndihamba nawe
Ohh ndihamba nawe
We sisi mina ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe, we sisi ndihamba nawe
We sisi mina ndihamba nawe
Ndithanda na le way
Ungiyo ngakhona
We bhuti mina ndihamba nawe
Ndithanda na le way

Ududla ngakhona
Ay' suka mina ndihamba nawe
Eeh ndihamba nawe
Eeh ndihamba nawe
We bhuti mina ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe
We sisi ndihamba nawe

Mafikizolo - Letras

top 30 músicas

©2003 - 2024 - musicas.mus.br